Le yi Online Course edingwa ngabo bonke abafun'ukwazi ngokushumayela bayeke ukufunana nesity'ebumnyameni. Ukub'unga ungazi ngemigaqo kwanendlela yokwenziwa kweentshumayelo ezishiy'ophulaphuleyo ange ubethelelw'es'tulweni, nceda ungene kolu qeqesho.
Creator: Dr OT Mngqibisa
Language: Xhosa
Ukuba uhlangene nengxaki nceda usenzele i-email ngokukhawuleza ku hello@kumanzobom.org okanye ufone/thumela i-whatsapp ku 0719563212.