Mna Nendlu Yam

Mna Nendlu Yam

Regular price
R 2,997.00
Regular price
Sale price
R 2,997.00
Unit price
per 
Availability
Sold out

Le yi-online course yokunceda abasemtshatweni nabasaya kuwo ukuba bazi kakuhle ngale nto bangena kuyo.

Ukufumana ulwazi oluthe vetshe COFA APHA

Ukuba unqwenela ukubhalisa kule course ngenye yezi ndlela, i-Credit Card, Cheque Card, Debit Card okanye i-EFT, cofa u "BUY IT NOW" ngasentla. Okanye ucofe u "Check Out on Website" ukuba usebenzisa uFacebook. 

Kanti usenako ukuhlawula ngqo kwi account yethu ye banka. Wakuba ugqibile ukuhlauwula, nceda usithumelele igama, ne fani, yakho, kwane email address ku hello@kumanzobom.org okanye ngo whatsapp ku 0719563212.

Iinkcukacha zebank yethu nazi ngezantsi:

Account Name: Kumanzobom

Bank: FNB

Account number: 6222 525 0612

Branch code: 211 021

Fee: R2997

**Nceda ufake igama lakho ne fani yakho kwi reference**

 

Ukuba unemibuzo, nceda uyithumele kule e-mail: hello@kumanzobom.org okanye ufone/thumela i-whatsapp ku 0719563212.