Sukum'ukhanye
Sukum'ukhanye

Sukum'ukhanye

Regular price
R 220.00
Regular price
Sale price
R 220.00
Unit price
per 
Availability
Sold out

U-Sukum'ukhanye yincwadi yokuqeqesha abashumayeli. Esi sisixhobo esiyimpendulo kwaba bakuvuzel'izinkcwe oku kushumayela, kodwa babe bengazi nowathwethwa ukuba kwenziwa njani na. Kanti noompondo-zihlanjiwe kutsho lo msebenzi wabo unge uthi kratya ukuphum'izandla. 

Ukuba unqwenela ukuyithenga le ncwadi ngenye yezi ndlela, i-Credit Card, Cheque Card, Debit Card okanye i-EFT, cofa u "BUY IT NOW" ngasentla. Okanye ucofe u "Check Out on Website" ukuba usebenzisa uFacebook. 

Kanti usenako ukuyithenga le ncwadana ngokufaka imali ngaphakathi ebankini okanye uyifake loo mali kumatshini phaya ngaphandle. 

Sebenzisa ezi ncukacha zilapha ngezantsi:

Account Name: Kumanzobom

Bank: FNB

Account number: 6222 525 0612

Branch code: 211 021

Amount: R330 (incwadi ne delivery)

**Nceda ufake igama lakho ne fani yakho kwi reference**

 Thumela i proof of payment, igama lakho, ne address yakho nge email ku hello@kumanzobom.org okanye ngo whatsapp ku 0719563212.

 

Ukuba uhlangene nengxaki nceda usenzele i-email ngokukhawuleza ku hello@kumanzobom.org