Le USB ikuphathele uncuthu lweentshumayelo eziyi 14 nezinikwe ngesiXhosa kunomathotholo. Kuzo kuziwa nemvuselelo, nentuthuzelo, kwanethemba lokuba uThixo ukho yaye ekhatala kwiimeko zonke olugaxeleka kuz'usapho lwaKhe.
Creator: Dr OT Mngqibisa
Language: Xhosa
Ukuba uhlangene nengxaki nceda usenzele i-email ngokukhawuleza ku hello@kumanzobom.org okanye ufone/thumela i-whatsapp ku 0719563212.