U-Sukum'ukhanye yincwadi yokuqeqesha abashumayeli. Esi sisixhobo esiyimpendulo kwaba bakuvuzel'izinkcwe oku kushumayela, kodwa babe bengazi nowathwethwa ukuba kwenziwa njani na. Kanti noompondo-zihlanjiwe kutsho lo msebenzi wabo unge uthi kratya ukuphum'izandla.
Author: Dr OT Mngqibisa
Language: Xhosa
Ukuba uhlangene nengxaki nceda usenzele i-email ngokukhawuleza ku hello@kumanzobom.org okanye ufone/thumela i-whatsapp ku 0719563212.