Kumanz'obom Ministries Blog
-
Ingaba Uthando Lusekhona na?
Ingaba phofu uthando olu lusekhona na kumlingane wakho xa athi nitshatile kodwa asukathi phe liphandlapha? Lo ngumbuzo ohlal’ubuzwa ngabaninzi xa b... -
Yazana nomntu otshata naye
UDr OT Mngqibisa ubhalile kwi blog yakhe, ethetha ngokubaluleka kokumazi umlingane wakho ngaphambi kokuba utshate naye.
-
Imbeko phakathi kosapho
Kwizinto eziliqela nezakha usapho zilutsho lube luqilima, yimbeko. Apha sithetha ngokuhloniphana okuqala kubazali de kuye kutsho ebantwaneni. Le y...